Iza Ngomso
XH

Iza Ngomso के बोल

शैलीGospel / Religious
अवधि4:31
मूल भाषाXH
व्यूज़1.1K
Aaपढ़ने की सेटिंग
टेक्स्ट आकार 18

मूल बोल

XH
Translation not available yet. Showing the original lyrics.
imvula izawubuya ezulwini umphungu uphinde ube imvula namafu ndizawuqabela apho amatapha nentsimi eluhlaza izikhephe ezizotyiweyo zibhabha emoyeni njengentaka ndiyabhabha ndibamba umoya njengentaka ndiyabhabha ndibambelele ngamaphiko iza ngomso kuzawubalela makube ngomso iyeza imini ndibhabha, ndidada emhlabeni wonke ndibamba umoya phezukwe santizasendle phezukwamalwandle namachibi njengentaka ndiyabhabha njengentaka ndiyacula lizaw'balela makube ngomso

Christopher Tin के और गीत

Christopher Tin →

संबंधित गीत