Ndenzel
XH

Ndenzel के बोल

शैलीGospel / Religious
अवधि7:36
मूल भाषाXH
व्यूज़5K
Aaपढ़ने की सेटिंग
टेक्स्ट आकार 18

मूल बोल

XH
Translation not available yet. Showing the original lyrics.
Hlala, ho hlala nami Litshonil' ilanga Ubusuku bufikile Nkosi Mandi, mandingasali Ndingenay' uMncedi Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Hlala, ho hlala nami Litshonil' ilanga Ubusuku bufikile Nkosi Mandi, mandingasali Ndingenay' uMncedi Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Hlala, ho hlala nami Litshonil' ilanga Ubusuku bufikile Nkosi Mandi, mandingasali Ndingenay' uMncedi Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Buya, buyakhawleza obu bomi bami Ndiya, ndiyashiywa zezomhlaba izinto Mna ndibona iiguquleko, iiguquleko zodwa Wen' ongaguquki, ohlala nam' Tyhini ndenzel' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndinzel' uncedo ngokuhlala nam' Ndenzel', ndinzel' uncedo ngokuhlala nam'

Joyous Celebration के और गीत

Joyous Celebration →

संबंधित गीत