Ebhayi
AF

Ebhayi 歌詞

ジャンルPop
時間3:24
原文言語AF
閲覧数333
Aa表示設定
文字サイズ 18

原文歌詞

AF
翻訳はまだありません。原文を表示しています。
Amehlo abomvu, kudinikile Nabatshana bam ndibanqabele Bansifun' imali bo! Bathi: Ndivel' Egoli! Ndikhwel' eteksini Ndimva esithi: Engaphuma eTVini lo! Uthi mak'thini? Ndiyayaz' ndiphelelwa Ngamandla wok'qhubeka At least ndiyazi kufudumele ekhaya Hayi yeah Nii halile Sohlangana eBhayi Sobonana eBhayi Hayi yeah Nii halile Sohlangana eBhayi Sobonana eBhayi Ndam'kelekile ekhaya xa bend'bona Bathi: Molo, unjani? Ndiright, akhonto Ndiyayaz' ndiphilelwa Ngamandla wok'qhubeka At least ndiyazi kufudumele ekhaya Hayi yeah Nii halile Sohlangana eBhayi Sobonana eBhayi Hayi yeah Nii halile Sohlangana eBhayi Sobonana eBhayi Oh! Thina, thina, thina, thina Siyeza lana mama (zoo-mpe-mpe-mpe) Eh! Thina, thina, thina, thina Siyeza lana mama (zoo-mpe-mpe-mpe) Hayi yeah Nii halile (woah-oh) Sohlangana eBhayi Sobonana eBhayi Hayi yeah (Hayi yeah) Nii halile (Nihalile) Sohlangana eBhayi (Yeah yeah) Sobonana eBhayi (Ayyi!)

Ami Faku の他の曲

Ami Faku →

関連歌詞