Buyelekhaya
TL

Buyelekhaya 歌詞

ジャンルSoul
時間4:36
原文言語TL
閲覧数1.9K
Aa表示設定
文字サイズ 18

原文歌詞

TL
翻訳はまだありません。原文を表示しています。
Thumel' imali Thumel' imali, tata Thumel' imali Thumel' imal' ekhaya Bek'noba njani na ngaphandle komama? Kalok' utata uye wasishiya nomama Uth' uzobuya, usayophangel' imali Kuna namhlanje akakabuyel' ekhaya Akazang' abuye namali Akazang' abuyel' ekhaya Akazang' abuye namali Tata, buyel' ekhaya Syambulel' umama ngokusikhulisa kwakhe Kungekho mali, umama ebexolel' u'ngatyi Singaka nje thina ngumama yedwa Kodwa namhlanje ndithi siyabulela mama Ngob' utata akazang' abuye namali Akazang' abuyel' ekhaya Akazanga buye namali Tata, buyel' ekhaya Kulungile, hlala kanjalo Kulungile, siphila kanjalo Kulungile, ubomi buhamba kanjalo Tata, buyel' ekhaya Oko wemkayo akazang' abuye namali Akazang' abuyele khaya Akazang' abuye namali Tata, buyel' ekhaya Oko wemkayo akazang' abuye namali Sikhule singaka, akazang' abuyel' ekhaya Sasimlindile, akazang' abuye namali Tata buyel' ekhaya Ooh! Buyel' ekhaya Tata, buyel' ekhaya

Nathi の他の曲

Nathi →

関連歌詞