Sondela
XH

Sondela 歌詞

ジャンルPop
時間4:35
原文言語XH
閲覧数4.7K
Aa表示設定
文字サイズ 18

原文歌詞

XH
翻訳はまだありません。原文を表示しています。
Ndisakufunda Amazwi akho ambalwa Ucinga nzulu ndiyakubona Uyandichaza Ngezontloni zakho Nokuzinza kwakho Ndiyak'verstaana Uyandazi Mna ndizthandel'abantu Ndihleka ndiveze elok'gqibela Uyandibuka xa ndincokola Uncumele ngaphakathi Uyandibona Sondela kum Sondela kum Baby sondela kum Sukuzibalela Unekhaya kum Baby unekhaya kum Unekhaya kum Selikuncumele Umenivunja moyo mama kama moto ya nyiragongo Wanipa furaha kama mtori kama maji kwenye sahara Umeniiba moyo dada baki basi tukae pamoja Unanitisha ujasiri na mapenzi mi sijaona Sondela kum Sondela kum Baby sondela kum Sukuzibalela Unekhaya kum Baby unekhaya kum Unekhaya kum Selikuncumele I just wanted you to know my smile belongs to you oh I just wanted you to know my smile belongs to you oh I just wanted you to know my smile belongs to you oh Sondela kum Sondela kum Baby sondela kum Sukuzibalela Unekhaya kum Baby unekhaya kum Unekhaya kum Selikuncumele Sondela kum Sondela kum Baby sondela kum Sukuzibalela Unekhaya kum Baby unekhaya kum Unekhaya kum Selikuncumele

関連歌詞