As'phelelanga
ZU

As'phelelanga 歌詞

ジャンルPop
原文言語ZU
閲覧数287
Aa表示設定
文字サイズ 18

原文歌詞

ZU
翻訳はまだありません。原文を表示しています。
Mama Makheba Mama Busi Mhlongo Nana Coiote Ray Phiri Lucky Dube Kumkanikazi Brenda Fassie Ingathath'ingoma yonke Xa ndinibiza nonke Ndithi camagu kuni ngegalelo As'phelelanga As'phelelanga kushot'uSfiso As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Hugh Masekela As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Feno feno As'phelelanga kushot'uMandoza As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Robbie Malinga As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Bavuseni madoda baphakame bavavwe Baziseni kaloku sibachawule Nibombhes'ingubo Nibaxway'umthika Nibanik'itshoba Bombhelelen'ingoma Ningabadlel'indlala Ibingamanxil'engoma Omathand'uncuthu lweengoma olungange gwaba Iimvumi ebezintyiloza zindyondya Kutsho kutshilwe, shotshwe, kungqungqwe, kungqushelwe intab'egqirha Neyegqwirhazana Oh Kufa okunjani na oku na madoda Zahamb'iinjojeli nenjojelikazi zingayalelanga Yawa inamlele satsho is'thonga Wamangala umntu wee nkamalala Hay As'phelelanga kushot'uSfiso As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hugh Masekela As' phelelanga Feno feno As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Feno feno As'phelelangakushot'uMandoza As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Robbie Malinga As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay As'phelelanga kushot'uSfiso As'phelelanga Hay hay As' phelelanga Hay feno As'phelelanga Hay feno As'phelelanga Hugh Masekela As'phelelanga Hay feno As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay hay As'phelelanga kushot'uMandoza As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay hay As'phelelanga Hay As'phelelanga kushot'uSfiso As'phelelanga Hay hay As' phelelanga Hay feno As'phelelanga Hay feno As'phelelanga Hugh Masekela As'phelelanga Hay feno As'phelelanga Feno feno As'phelelanga Hay feno As'phelelanga kushot'uMandoza As'phelelanga Hay feno As'phelelanga Hay feno As'phelelanga Hay feno As'phelelanga Robbie Malinga As'phelelanga Hay feno As'phelelanga Hay feno As'phelelanga

Vusi Nova の他の曲

Vusi Nova →

関連歌詞