원문 가사
XH번역이 아직 없습니다. 원문 가사를 표시합니다.
Hayi ubuhle bendalo yakho
Ngumangaliso wakho
Wadala abantu wadala izilwanyana
Kwaneentaka zakho
Lintaba nezityalo, umoya
Nemilambo, nolwandle
Iisipho sobomi phakathi
Kwendoda nomfazi, njengelanga nenyanga
Hayi ubuhle bendalo yakho
Ngumangaliso wakho
Hayi ubuhle bendalo yakho
Ngumangaliso wakho